Buy Now


Quantity
1
Unit Price
Total
Wishlist
My Account


Your Downloads

No downloads yet.

Order History

No orders yet.

Account Settings


Change Password

Ndinonile Bazali Bam

Ndinonile Bazali Bam

Fiction In-Stock

R180.00

Intluphekornibaxhaphazisile abantwana abangamantombazana kwiidolophu zabamnyama. Athi ukubarnumntwana uphuma kwikhaya elingathathi ntweni abe sisigculelo samagxibha amadoda,rnekuthiwa ngooSugar Daddy namaBlesser. Aba ke ngootata abangafunirnkukhula, umntu emdala ufike enyobana abantwana abancinci ebantyintya ngotywala,rniimfonomfono, neempahla zamaxabiso. Injongo inye kukulala nabo, besakugqibarnbabalahlele kwesinomhlwa. Umnqa kukuba kula magxibha, kukho azele abantwanarnabangamantombazana. Abemi bangaphandle bafikele kule nto, bathatha amathubarnnabo. Kuthi kusajongwe leyo, umntwana oyintombazana athengiswe njengekhoboka lezesondornokanye umnyubelezisi weziyobisi kwamanye amazwe. Nasiphi na isizwernesilahlekelwe ngumthinjana asinalo ikamva. Fundani bantwana bethu.