Buy Now


Quantity
1
Unit Price
Total
Wishlist
My Account


Your Downloads

No downloads yet.

Order History

No orders yet.

Account Settings


Change Password

Lindikhanyele Isiko

Lindikhanyele Isiko

Fiction In-Stock

R180.00

Incwadi ilanda ubudlelwane bomntu nomntwana angamzaliyo etshate noyise.rnAmaxesha amaninzi, obu budlelwane bukhatshwa yinkohlakalo engenambaliso. Lernnkohlakalo iyafihlwa xa utata ekhona, kodwa kweminye imizi kungafihlwa ntorningakumbi ukuba utata unyabile. Umama, njengabo bonke kwindlu emnyama,rnwamthuthumbisa umntwana, kangangokuba wamalela ukuba aye kufihla unina.rnYamhlala le nto umntwana, yachaphazela nobume bengqondo yakhe nohlobo awathirnwabona ngalo ihlabathi. Obu budlelwane bathi baqweqwedisela ezingxondorhenirnityendyana eliphumeleleyo ebomini. Wagula umntwana, waphazamiseka waligezarnkodwa esezingqondweni. Basola ubuthi abantu baseBhofolo, nangoko besaqhutywarnkukungazi. Le ncwadi ivavanya ingulo ngengqondo nentsomi yokunukwa koomama. Ingulornngengqondo ayibangwa bubuthi, iyingulo yokwenene. Fundani bantwana bethu.