Buy Now


Quantity
1
Unit Price
Total
Wishlist
My Account


Your Downloads

No downloads yet.

Order History

No orders yet.

Account Settings


Change Password

Intlabi Iwuphuncule Umkhonto

Intlabi Iwuphuncule Umkhonto

Fiction In-Stock

R180.00

Imitshato emininzi bayibulele abantwana ekusukwa nabo ngaphandle, ingakumbi iziza-nanina. Isizananina silubetha uthando luvuthuluke tu emzini. Inene kukuba ayikho indoda ethanda umntwana wenye, okanye eyonwabela ukukhulisa umntwana ongengowayo. Abantwana abaninzi namakhosikazi amaninzi nangakumbi bonzakele yile nto. Le yeminye yemingeni esithe isizwe sayiphathelwa kukusebenza ezidolophini kwamlungu, salahleka isiNtu, balahleka ubuntu, walahleka nomntu. Umntwana uyacelwa, kusakugqitywa acetyelwe ikamva ngabazali ababini. Asikho isizathu sokuba amantombazanana abeleke abantwana bengacelwanga ngamadoda, ingakumbi umntu engaphangeli okanye esangena isikolo. Xa kungakhange kubekho mvisiswano, uvalonzala lukarhulumente luyafumaneka simahla kumaziko empilo. Umntwana ongacetyelwanga ngumthwalo, yaye akanalo ikamva emzini. Fundani bantwana bethu.